{"product_id":"ikati-eyayinothando-1","title":"IKati Eyayinothando","description":"Celesse, the healer cat, is a highly respected member of the neighborhood. As the mistress's favorite cat, she spends lazy days in the warmth of the house.\u003cbr\u003eOne snowy night a mother hare rushes in, desperate for help. Reluctantly, the healer cat travels with her through a nighttime snowstorm and biting cold winds. In a dark forest, Celesse comes face-to-face with a scary surprise and is forced to gather her powers for the first time in a while. \u003cbr\u003e---\u003cbr\u003eU Khiti wayeyikati eyayidumile kwaye ithandwa ekuhlaleni. Wayethandwa kakhulu nangu Metroni, lonto yayimenza ukuba xa esonqena aye kugcakamela ilanga endlwini yakhe.\u003cbr\u003eKuthe ngemini ethile kwafika umama uMvundla efuna uncedo. Indlela awayexineke ngayo, kwanyanzeleka ukuba u Khiti ahambe naye. Kwakusebusuku, kubanda, kwaye kukho neqabaka, kolo hambo u Khiti wadibana neyona nto eyamothusa kakhulu.\u003cbr\u003eEmva kobobusuku obabunzima, uhambo lwabo lwaba yimpumelelo. Laphuma ilanga, ne ntliziyo ka Khiti yabonakala ichwayitile.","brand":"WickWick","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":39777474674788,"sku":"9789523572478","price":31.95,"currency_code":"EUR","in_stock":true}],"url":"https:\/\/suomalainen-test.myshopify.com\/products\/ikati-eyayinothando-1","provider":"Suomalainen Test","version":"1.0","type":"link"}