{"product_id":"unonkala-onobubele","title":"Unonkala onobubele","description":"Lo nonkala ungu Cebo wayesaziwa kakhulu nge talente yakhe yokwakha. Kwaye wayesoloko eluncedo kubahlobo bakhe. Emva kweveki enzima, indlwana yakhe yegadi yayingekagqitywa ukwakhiwa, kwaye wayehlaselwe ziintlanzi, ezafika zazenzela ikhaya ecaleni kwendlu yakhe.\u003cbr\u003eEkudinweni kwakhe u Cebo wazivalela endlwini yakhe. Wazifihla phantsi kweengubo, yabe ivaliwe ikhethini yakhe. Badideka kakhulu abahlobo bakhe sesi simo, kwanyanzeleka ukuba kubizwe intlanganiso engxamisekileyo.","brand":"WickWick","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":51450578534747,"sku":"9789523259522","price":19.95,"currency_code":"EUR","in_stock":true}],"url":"https:\/\/suomalainen-test.myshopify.com\/products\/unonkala-onobubele","provider":"Suomalainen Test","version":"1.0","type":"link"}